IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb17 Agasti iphe. 5
  • Umsebenzi Onzima Womlindi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umsebenzi Onzima Womlindi
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
  • Amanqaku Afanayo
  • “Ndikwenze Unogada”
    Ekugqibeleni—UYehova Ukhonzwa Ngendlela Ayifunayo
  • Phulaphula—Umboniseli KaYehova Uyathetha!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1988
  • Imibuzo Evela Kubafundi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
  • Incwadi YeBhayibhile 26—Hezekile
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2017
mwb17 Agasti iphe. 5

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEZEKILE 32-34

Umsebenzi Onzima Womlindi

Umlindi kwakufuneka asoloko ehleli ngakwiindonga nakwiinqaba zesixeko ukuze alumkise ngengozi ­enokubakho. UYehova wamisela uHezekile ngendlela efuziselayo ‘njengomlindi kwindlu kaSirayeli.’

Umlindi umi ngakudonga lwesixeko
  • Umlindi ulumkisa abantu

    33:7

    UHezekile walumkisa ngokuba amaSirayeli ayeza kutshatyalaliswa ukuba ayengajiki kwiindlela zawo ezimbi

    Sisiphi isigidimi esivela kuYehova esithetha ngaso namhlanje?

  • Amajoni ayahlasela ngenxa yokuba umlindi akabalumkisanga abantu

    33:9, 14-16

    Ngokuthetha ngesilumkiso, uHezekile wayeza kusindisa ubomi bakhe nobabanye abantu

    Yintoni efanele isikhuthaze ukuze sithethe ngesigidimi esingxamisekileyo uYehova asiphathise sona?

Kule veki ndiza kukhe ndizame ukushumayela . . .

  • kumntwana endifunda naye esikolweni

  • kumntu endiphangela naye

  • kumntu endizalana naye

  • komnye umntu:

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share