INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto
Bukela ividiyo ethi, Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto uze uphendule le mibuzo enamazwi akuMateyu 24:34.
Kuthethwa ngantoni xa kusithiwa “zonke ezi zinto”?
Amazwi akuEksodus 1:6 asinceda njani siqonde ‘isizukulwana’?
UYesu wayethetha ngesiphi isizukulwana?
Ngawaphi amaqela amabini ‘asesi sizukulwana’?
Amazwi kaYesu abonisa njani ukuba isiphelo sesisondele kakhulu?