IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Julayi iphe. 3
  • Yiba Ngumlandeli Wam​—⁠Yintoni Efunekayo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yiba Ngumlandeli Wam​—⁠Yintoni Efunekayo?
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Musani Ukukhangela “Kwizinto Ezisemva”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
  • Indlela Esa Esonweni Nasekufeni
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Imihlali Neziqhamo Zenkonzo YoBukumkani
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Siyabanceda Abazalwana Xa Kwehle Intlekele
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Julayi iphe. 3

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LUKA 8-9

Yiba Ngumlandeli Wam​—Yintoni Efunekayo?

9:62

Ukuze iiforo zingabi goso xa kulinywa emasimini, kufuneka umntu obambe ikhuba angajongi ngemva. Ngokufanayo, umKristu akamele aphazanyiswe zizinto azishiye ngemva ehlabathini.—Fil 3:13.

Xa kunzima, kulula ukuba sikhumbule ‘imihla yangaphambili,’ mhlawumbi ngaphambi kokuba sibe ngamaKristu. Xa sisenjenjalo, siye sibaxe ubumnandi bakudala kodwa singazithethi iingxaki esasijongene nazo ngoko. Yiloo nto kanye awayenzayo amaSirayeli emva kokuba emke eYiputa. (Num 11:5, 6) Ukuba sihlala sicinga ezo zinto, kungalula ukuba sirhalele ukubuyela kwindlela esasiphila ngayo ngaphambili. Kubhetele sicinge ngeentsikelelo esinazo ngoku nangobumnandi esiza kubufumana phantsi koBukumkani BukaThixo!—2Ko 4:16-18.

Umntu obambe ikhuba ujonge phambili ibe akaphazanyiswa yinto eyenzeka emva kwakhe
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share