IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Septemba iphe. 5
  • Zange Kubekho Nto Ichithwayo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Zange Kubekho Nto Ichithwayo
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Yiba Ngumsebenzi Olichule
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Masilusebenzise Ngobulumko Uncwadi Lwethu Olusekelwe EBhayibhileni
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
  • Uqhuba Njani Umsebenzi Owenziwa EWarwick?
    Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
  • Ukunikela Iindaba Ezilungileyo—Ngokuzisebenzisa Ngobulumko Iimpapasho
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1991
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Septemba iphe. 5
Ikomkhulu lehlabathi eliseWarwick, eNew York

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Zange Kubekho Nto Ichithwayo

Emva kokuba uYesu enze ummangaliso wokondla amadoda ayi-5 000 namabhinqa nabantwana, wathi kubafundi bakhe: “Hlanganiselani ndawonye amaqhekeza aseleyo, ukuze kungabikho nto ichithwayo.” (Yoh 6:12) UYesu wabonisa ukuba uyazixabisa izinto ezisuka kuYehova ngokuthi azonge.

Kule mihla, iQumrhu Elilawulayo lizama ukuxelisa uYesu ngokuyisebenzisa kakuhle iminikelo. Ngokomzekelo, xa kwakusakhiwa ikomkhulu lehlabathi eWarwick, eNew York, abazalwana bakhetha iplani eyayiza konga imali eninzi.

SINGENZA NJANI UKUZE SINGABI NANKCITHO . . .

  • Umzalwana ucima izibane kwiHolo YoBukumkani

    xa sisezintlanganisweni?

  • INgqina LikaYehova libhala igama lalo kwiBhayibhile yalo

    xa sithatha iimagazini neencwadi esiza kuzifunda? (km 5/09 3 ¶4)

  • Umzalwana uthatha amaphecana amlingeneyo kuphela

    xa sikhetha iimagazini esiza kuzisebenzisa entsimini? (mwb17.02 “Luhambise Kakuhle Uncwadi LweBhayibhile” ¶1)

  • Udade uzama ukuqonda ukuba umntu unomdla na ngaphambi kokuba amshiyele incwadi

    xa sisentsimini? (mwb17.02 “Luhambise Kakuhle Uncwadi LweBhayibhile” ¶2, ibhokisi)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share