UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IZENZO 17–18
Shumayela Uze Ufundise Njengompostile UPawulos
Singazenza njani izinto njengompostile uPawulos?
Singasebenzisa iZibhalo ukuze sibenze abantu bacinge, loo nto siyenza ngendlela elungele abantu esithetha nabo.
Sinokushumayela apho abantu bafumaneka khona nangexesha abafumaneka ngalo.
Sinokwamkela izinto ezikholelwa ngabo ukuze sikhangele izinto esivana ngazo.