IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Juni iphe. 4
  • Uza Kuthini UYehova?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uza Kuthini UYehova?
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • Sinokuzenza Njani Izigqibo Ezifanelekileyo?
    Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!—Incoko Efundisa NgeBhayibhile
  • Yalathisa Amanyathelo Akho Ngemigaqo KaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2002
  • Yiba Nokholo​—Wenze Izigqibo Zobulumko!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
  • Unokuzenza Njani Izigqibo Ngendlela Evisisana Nokuthanda KukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2006
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Juni iphe. 4

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Uza Kuthini UYehova?

Ngaphambi kokuba senze izigqibo ezikhulu okanye ezincinci, ngaba siyazibuza ukuba ‘uza kuthini uYehova?’ Soze siyazi yonke into ecingwa nguYehova, kodwa kwiLizwi lakhe usixelela “wonke umsebenzi olungileyo.” (2Ti 3:16, 17; Rom 11:33, 34) UYesu wayeyazi yonke into ethandwa nguThixo ibe yayiyeyona ibalulekileyo kuye. (Yoh 4:34) Nathi njengoYesu kufuneka senze kangangoko ukuze simvuyise uYehova.​—Yoh 8:28, 29; Efe 5:15-17.

BUKELA IVIDIYO ETHI HLALANI NIJONGA UKUBA KUYINTONI NA UKUTHANDA KUKAYEHOVA (LEV 19:18) UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Kutheni kufuneka sisebenzise imigaqo yeBhayibhile kuyo yonke into esiyenzayo?

  • Yiyiphi imigaqo yeBhayibhile esimele sicinge ngayo xa sikhetha umculo?

  • Yiyiphi imigaqo yeBhayibhile esimele sicinge ngayo xa sikhetha indlela yokunxiba nokuzilungisa?

  • Zeziphi ezinye izinto esinokuyisebenzisa kuzo imigaqo yeBhayibhile?

  • Yintoni ekufuneka siyenze ukuze siye siyiqonda into uYehova afuna siyenze?

AmaNgqina aselula aziintlanga ezingafaniyo nanxibe iimpahla ezingafaniyo ayafota

Ngaba izigqibo endizenzayo zibonisa ukuba ndiyamthanda uYehova?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share