IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb20 Matshi iphe. 2
  • “UThixo Wamvavanya UAbraham”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “UThixo Wamvavanya UAbraham”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Amanqaku Afanayo
  • Obona Bungqina Bubalaseleyo Bothando LukaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
  • Kwakutheni Ukuze UThixo Acele UAbraham Ukuba Enze Idini Ngonyana Wakhe?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
  • Kuvavanywa Ukholo
    Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
  • UYehova Wathi ‘Ngumhlobo Wam’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
mwb20 Matshi iphe. 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | GENESIS 22-23

“UThixo Wamvavanya UAbraham”

22:1, 2, 9-12, 15-18

Indlela awayebuhlungu ngayo uAbraham xa wayelungiselela ukunikela ngoIsake, isinceda sibe nomfanekiso ngqondweni wendlela uYehova awaba buhlungu ngayo xa wanikela ngoNyana wakhe, uYesu Kristu, ukuba azokusifela. (Yoh 3:16) Ivesi 2 isifundisa ntoni ngothando lukaYehova?

Imifanekiso: 1. UAbraham uphethe imela ujonge ezulwini ngoxa uIsake elele esibingelelweni. 2. UYesu ubethelelwe kwisibonda sokungcungcutheka.

Indlela uYehova akuthanda kakhulu ngayo ikukhuthaza ukuba wenze ntoni?​—1Ko 6:20; 1Yo 4:11

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share