IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Julayi iphe. 12
  • Bancama Izinto Zabo Ngenxa KaYehova

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Bancama Izinto Zabo Ngenxa KaYehova
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Ukunikela Imibingelelo Emkholisayo UThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
  • Ngaba Uza Kuncama Izinto Ezithile Ngenxa YoBukumkani?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2013
  • “Ndikho! Thuma Mna!”
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Abantu Abathembekileyo Bayazenza Izinto Abamthembise Zona UYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2024
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Julayi iphe. 12

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Bancama Izinto Zabo Ngenxa KaYehova

Ezinye iintsapho zacelwa ukuba zishiye amakhaya azo nemihlaba yazo ukuze ziyokuhlala eYerusalem (Neh 11:1; w98 10/15 22 ¶13)

Amanye amaSirayeli awancoma aza awathandazela lawo ayelungele ukuzincama (Neh 11:2; w86 2/15 26)

Iintsikelelo zikaYehova azinakuthelekiswa nezinto esisenokuzincama (Mal 3:10; w16.04 8 ¶15)

Imifanekiso: 1. Abantu ababini abatshatileyo bafaka izinto zabo kwisuitcase nasezibhokisini. 2. Aba bantu banye bakhonza kumhlaba onabantu abathetha olunye ulwimi ibe bafundisa omnye umama iindaba ezilungileyo.

KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi iintsikelelo endiye ndazifumana ngokuncama izinto ukuze ndikhonze uYehova?’

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share