IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp25 No. 1 iphe. 2
  • Intshayelelo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Intshayelelo
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2025
  • Amanqaku Afanayo
  • Iimfazwe Nemilo Indlela Ezisichaphazela Ngayo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2025
  • Uxolo Lokwenyaniso—Luvela Kuwuphi Umthombo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1997
  • Liyintoni Ikamva Lemfazwe?
    Vukani!—1999
  • Kutheni Kusaqhubeka Kukho Iimfazwe Nemilo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2025
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2025
wp25 No. 1 iphe. 2

Intshayelelo

Ngaba uyafuna ukuphila kwihlabathi elingenazimfazwe? Abantu abaninzi abakholelwa ukuba ingaze yenzeke loo nto. IBhayibhile iyasixelela ukuba kutheni imizamo yabantu yokuphelisa imfazwe ingaphumeleli. Ikwasiqinisekisa nokuba kungekudala kuzokubakho uxolo emhlabeni wonke.

Kule magazini, igama elithi “imfazweʺ libhekisela kumlo ophakathi kwamazwe amabini okanye kumaqela epolitiki asebenzisa izixhobo zemfazwe ukuze alwe. Amanye amagama abantu abacatshulwe apha atshintshiwe.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share