IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mrt inqa. 107
  • UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe
  • Imixholo Engakumbi
  • Amanqaku Afanayo
  • UYesu Uza Kuphelisa Indlala
    Imixholo Engakumbi
  • Ngubani Oza Kukhusela Abantu?—Ithini IBhayibhile?
    Imixholo Engakumbi
  • Kutheni Iipolitiki Zibohlukanisa Kangaka Abantu?—Ithini IBhayibhile?
    Imixholo Engakumbi
  • UBukumkani BukaThixo—Isizathu Sokuba Bubaluleke Kangaka KuYesu
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2014
Khangela Okunye
Imixholo Engakumbi
mrt inqa. 107
Abafana ababini bahleli kunye, bajonge indawo emoshwe yimfazwe.

AspctStyle/stock.adobe.com

UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe

Xa wayesemhlabeni uYesu wabonisa abantu ukuba uyabathanda, wade wancama ubomi bakhe. (Mateyu 20:28; Yohane 15:13) Kungekudala, uza kuphinda abonakalise uthando lwakhe ebantwini ngokusebenzisa igunya lakhe njengoKumkani woBukumkani bukaThixo kuba uza kuphelisa “iimfazwe emhlabeni wonke.”—INdumiso 46:9.

Jonga indlela iBhayibhile echaza ngayo izinto uYesu aza kuzenza:

  • “Uza kuwasindisa amahlwempu nabo bakhalela uncedo, abangathathi ntweni nabangenamncedi. Uza kubasizela abangathathi ntweni nabangamahlwempu, uza kusindisa ubomi bamahlwempu. Uza kubakhulula kwingcinezelo nobundlobongela.”—INdumiso 72:12-14.

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona? Enye indlela onokuyenza ngayo loo nto kukufunda “iindaba ezilungileyo ezingoBukumkani bukaThixo” awayeshumayela ngazo. (Luka 4:43) Funda inqaku elithi “Yintoni UBukumkani BukaThixo?”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share