Eksodus 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UThixo wathi kuye: “Ndiza kuba nawe,+ yaye nantsi indlela oza kwazi ngayo ukuba uthunywe ndim: Emva kokuba ubakhuphile abantu eYiputa, niza kumkhonza* kule ntaba+ uThixo wokwenene.” Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:12 IMboniselo,2/15/2005, iphe. 13-14
12 UThixo wathi kuye: “Ndiza kuba nawe,+ yaye nantsi indlela oza kwazi ngayo ukuba uthunywe ndim: Emva kokuba ubakhuphile abantu eYiputa, niza kumkhonza* kule ntaba+ uThixo wokwenene.”