Eksodus 37:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Emva koko uBhetsaleli+ wenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite* ezimbini ezinehafu,+ ububanzi bayo baba yikubhite enehafu, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enehafu.
37 Emva koko uBhetsaleli+ wenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite* ezimbini ezinehafu,+ ububanzi bayo baba yikubhite enehafu, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enehafu.