Numeri 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngamanye amaxesha ilifu lalihlala ukususela ngokuhlwa kude kuse, yaye laliphakama kwakusa, aze ahambe. Nokuba ilifu laliphakama emini okanye ngokuhlwa, nawo ayehamba.+
21 Ngamanye amaxesha ilifu lalihlala ukususela ngokuhlwa kude kuse, yaye laliphakama kwakusa, aze ahambe. Nokuba ilifu laliphakama emini okanye ngokuhlwa, nawo ayehamba.+