Numeri 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Maxa wambi ilifu+ lalihlala ukususela ngokuhlwa kude kuse; yaye laliphakama ilifu elo kwakusa, baze banduluke. Enoba ilifu laliphakama emini okanye ngokuhlwa, babenduluka nabo.+
21 Maxa wambi ilifu+ lalihlala ukususela ngokuhlwa kude kuse; yaye laliphakama ilifu elo kwakusa, baze banduluke. Enoba ilifu laliphakama emini okanye ngokuhlwa, babenduluka nabo.+