-
Duteronomi 3:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Wathi uYehova kum, ‘Sukumoyika, kuba ndiza kumnikela kuwe nabo bonke abantu bakhe nomhlaba wakhe. Nakuye uza kwenza laa nto uyenze kuSihon ukumkani wama-Amori, obehlala eHeshbhon.’
-