Duteronomi 3:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Emva koko ndayalela uYoshuwa+ ndathi: ‘Uzibonele ngamehlo akho into uYehova uThixo wakho ayenze kwaba kumkani babini. UYehova uza kwenza into efanayo kuzo zonke izizwe oza kuya kuzo.+
21 “Emva koko ndayalela uYoshuwa+ ndathi: ‘Uzibonele ngamehlo akho into uYehova uThixo wakho ayenze kwaba kumkani babini. UYehova uza kwenza into efanayo kuzo zonke izizwe oza kuya kuzo.+