Yoshuwa 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Athi: “Izicaka zakho zivela kwilizwe elikude kakhulu+ kuba zihlonipha igama likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nazo zonke izinto awazenza eYiputa.+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:9 IMboniselo,10/15/2004, iphe. 18
9 Athi: “Izicaka zakho zivela kwilizwe elikude kakhulu+ kuba zihlonipha igama likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nazo zonke izinto awazenza eYiputa.+