Yoshuwa 9:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngoko ukususela loo mini, uYoshuwa wawanika umsebenzi wokuthutha iinkuni namanzi, ethuthela ibandla+ nesibingelelo sikaYehova esiza kuba kwindawo uThixo aza kuyikhetha.+ Lowo ngumsebenzi amaGibheyon asawenzayo unanamhlanje.+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:27 “Sonke ISibhalo”, iphe. 44
27 Ngoko ukususela loo mini, uYoshuwa wawanika umsebenzi wokuthutha iinkuni namanzi, ethuthela ibandla+ nesibingelelo sikaYehova esiza kuba kwindawo uThixo aza kuyikhetha.+ Lowo ngumsebenzi amaGibheyon asawenzayo unanamhlanje.+