1 Samuweli 16:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:13 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 5 2016 iphe. 9
13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+