1 Samuweli 20:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa ukuba utata uzimisele ukukwenzakalisa, ndaza mna andakuxelela ndize ndikukhulule uhambe ngoxolo, kwanga uYehova angandohlwaya,* aze ongeze. Kwanga uYehova angakuxhasa+ njengokuba wayemxhasa notata.+
13 Kodwa ukuba utata uzimisele ukukwenzakalisa, ndaza mna andakuxelela ndize ndikukhulule uhambe ngoxolo, kwanga uYehova angandohlwaya,* aze ongeze. Kwanga uYehova angakuxhasa+ njengokuba wayemxhasa notata.+