1 Samuweli 21:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa umbingeleli wathi kuDavide: “Asikho isonka esiqhelekileyo ngoku, kodwa kukho esingcwele,+ sona ungasifumana kuphela ukuba abafana baye bacezela kude ebafazini.”*+
4 Kodwa umbingeleli wathi kuDavide: “Asikho isonka esiqhelekileyo ngoku, kodwa kukho esingcwele,+ sona ungasifumana kuphela ukuba abafana baye bacezela kude ebafazini.”*+