Isaya 63:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Baza abantu bakhe bakhumbula imihla yakudala,Imihla yomkhonzi wakhe uMoses, besithi: “Uphi na Lowo wabanyusa waza wabakhupha elwandle+ nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wafaka umoya wakhe oyingcwele kuMoses,+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 357-358
11 Baza abantu bakhe bakhumbula imihla yakudala,Imihla yomkhonzi wakhe uMoses, besithi: “Uphi na Lowo wabanyusa waza wabakhupha elwandle+ nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wafaka umoya wakhe oyingcwele kuMoses,+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 357-358