Yeremiya 36:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya, wamxelela yonke into eyayithethwe nguYehova kuye, waza uBharuki wayibhala kumsongo.*+
4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya, wamxelela yonke into eyayithethwe nguYehova kuye, waza uBharuki wayibhala kumsongo.*+