Yeremiya 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+
4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+