Yeremiya 36:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Uze uthi kuKumkani uYehoyakim wakwaYuda, ‘Uthi uYehova: “Wena utshise lo msongo usithi, ‘Kutheni ubhale kuwo usithi: “Nakanjani ukumkani waseBhabhiloni uza kuza alitshabalalise eli lizwe, kungabikho mntu nasilwanyana kulo”?’+
29 Uze uthi kuKumkani uYehoyakim wakwaYuda, ‘Uthi uYehova: “Wena utshise lo msongo usithi, ‘Kutheni ubhale kuwo usithi: “Nakanjani ukumkani waseBhabhiloni uza kuza alitshabalalise eli lizwe, kungabikho mntu nasilwanyana kulo”?’+