29 Kwaye kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ufanele uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Wena uwutshisile lo mqulu,+ usithi, ‘Kutheni na ukuze ubhale kuwo,+ usithi: “Nakanjani na ukumkani waseBhabhiloni uya kuza alonakalise ngokuqinisekileyo eli lizwe aze aphelise kulo umntu nesilo”?’+