Yeremiya 37:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ndicela undimamele, yhini nkosi yam kumkani. Akwaba ungasimamela isicelo sam. Ndicela ungandibuyiseli endlini kanobhala uYehonatan,+ kuba ndiza kufela pha.”+
20 Ndicela undimamele, yhini nkosi yam kumkani. Akwaba ungasimamela isicelo sam. Ndicela ungandibuyiseli endlini kanobhala uYehonatan,+ kuba ndiza kufela pha.”+