Yeremiya 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+
20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+