Yeremiya 45:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Eli lilizwi elathethwa ngumprofeti uYeremiya kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wabhala la mazwi encwadini ewaxelelwa nguYeremiya,+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda:
45 Eli lilizwi elathethwa ngumprofeti uYeremiya kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wabhala la mazwi encwadini ewaxelelwa nguYeremiya,+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda: