Numeri 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bathi oonyana bakaSirayeli kuye: “Sonyuka ngohola wendlela; yaye ukuba sithe sasela amanzi akho, mna nemfuyo yam, ngokuqinisekileyo siya kuwahlawulela.+ Andifuni nto ngaphandle kokudlula nje ngeenyawo.”+
19 Bathi oonyana bakaSirayeli kuye: “Sonyuka ngohola wendlela; yaye ukuba sithe sasela amanzi akho, mna nemfuyo yam, ngokuqinisekileyo siya kuwahlawulela.+ Andifuni nto ngaphandle kokudlula nje ngeenyawo.”+