2 Kronike 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke bona oonyana bakhe nezibhengezo ezininzi nxamnye naye+ nokusekwa+ kwendlu kaTHIXO oyinyaniso, nako kubhaliwe kwinkcazelo yeNcwadi+ yooKumkani. Waza uAmatsiya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
27 Ke bona oonyana bakhe nezibhengezo ezininzi nxamnye naye+ nokusekwa+ kwendlu kaTHIXO oyinyaniso, nako kubhaliwe kwinkcazelo yeNcwadi+ yooKumkani. Waza uAmatsiya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.