2 Kronike 24:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Imbali yoonyana bakhe nemigwebo emininzi eyeza kuye,+ nokulungiswa* kwendlu kaThixo wokwenene,+ zonke ezi zinto zibhalwe kwiingxelo* zeNcwadi YooKumkani. UAmatsiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
27 Imbali yoonyana bakhe nemigwebo emininzi eyeza kuye,+ nokulungiswa* kwendlu kaThixo wokwenene,+ zonke ezi zinto zibhalwe kwiingxelo* zeNcwadi YooKumkani. UAmatsiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.