Yeremiya 46:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngapha koko, amajoni ayo aqeshiweyo phakathi kwayo anjengamathole enkomo atyetyisiweyo.+ Kodwa nawo arhoxile;+ asabile xa ewonke. Akemanga.+ Kuba wona kanye umhla wentlekele yawo uwafikele, ixesha lokunikwa kwawo ingqalelo.’+
21 Ngapha koko, amajoni ayo aqeshiweyo phakathi kwayo anjengamathole enkomo atyetyisiweyo.+ Kodwa nawo arhoxile;+ asabile xa ewonke. Akemanga.+ Kuba wona kanye umhla wentlekele yawo uwafikele, ixesha lokunikwa kwawo ingqalelo.’+