Yeremiya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+
5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+