Yohane 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:5 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke.