Yohane 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukuba bendingenzanga phakathi kwabo imisebenzi ekungekho bani ongomnye oyenzileyo,+ ngebengenasono;+ kodwa ngoku baye babona baza bandithiya mna kwakunye noBawo.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:24 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
24 Ukuba bendingenzanga phakathi kwabo imisebenzi ekungekho bani ongomnye oyenzileyo,+ ngebengenasono;+ kodwa ngoku baye babona baza bandithiya mna kwakunye noBawo.+