Footnote
c Ngokukhawuleza emva kokuba zifikile iimbacu, abadala bamele balandele imiyalelo ekwincwadi ethi, Ukwenza Ukuthanda KukaYehova Ngolungelelwano, kwisahluko 8, isiqendu 30. Banokubhalela isebe labo ku-jw.org ukuze bakwazi ukuqhagamshelana namabandla azo. Ngobuchule, banokubuzisa ngebandla nangokuba loo mbacu ibisiya na entsimini ukuze babone ukuba bunjani ubuhlobo bayo noYehova.