IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 5/08 iphe. 1-2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • Vukani!—2008
  • Amanqaku Afanayo
  • Wonke Umntu​—⁠Uyalifuna Ikamva Eliqinisekileyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2021
  • Ukholo Nekamva Lakho
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova
  • Indlela Yokufumana Ikamva Eliqinisekileyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2021
  • Intshayelelo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2021
Khangela Okunye
Vukani!—2008
g 5/08 iphe. 1-2

Iziqulatho

Meyi 2008

Ngaba Umele Uloyike Ikamva?

Ekubeni siphila kwihlabathi elineenkathazo, abantu abaninzi bayaloyika ikamva. Kodwa ngaba ikamva limfiliba njengokuba kubonakala njalo? Ngaba ikamva lethu lixhomekeke kwiinkokeli zezoshishino, ezopolitiko, ezonqulo nenzululwazi? Funda ngempendulo ethuthuzelayo.

3 Kutheni Abantu Abaninzi Bethe Khunubembe?

4 Ngaba Abantu Banokuza Nekamva Elonwabisayo?

7 Ikamva Elinqabisekileyo Ngaphantsi Kolawulo LukaThixo

8 Ikamva Onokukholosa Ngalo

10 Imbono YeBhayibhile

Ngaba Umhlaba Uza Kuba YiParadesi?

16 Ngaba Ngumthi Ngokwenene?

19 Ngaba Ukuliza Abantu Sisicombululo?

22 Umculo—Isipho SikaThixo Kubantu

24 Igophe Elithi Ndijonge

30 Okwenzeka Ehlabathini

31 Ubuya Kuphendula Uthini?

32 “Zuza Iintsikelelo Ngokuthobela UKumkani KaYehova Owalathiswa Ngumoya”

Oonothwal’ impahlana BaseAsiya Abakha Ubukhosi 12

Funda ngoonothwal’ impahlana, abazinkweli zamahashe ezivunyiweyo, abathimba imihlaba emininzi kwiminyaka nje engama-25 kunamaRoma oyisayo kangangeenkulungwane ezine.

Kutheni Ndingaveli Nje Ndizibulale? 26

Ulutsha oluninzi luyazibulala nyaka ngamnye, ukanti izigidi zolutsha ziye zizame ukuzibulala. Funda ngendlela ezinokuchacha ngayo kwiimvakalelo ezibuhlungu.

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]

Horsemen: Bildarchiv Preussischer Kulturbesitz/Art Resource, NY

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share