IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 92
  • Shumayela Ngokungafihlisi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Shumayela Ngokungafihlisi
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Xelisa UYesu—Ushumayele Ngesibindi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
  • ‘Lithethe Ngenkalipho Ilizwi LikaThixo’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2010
  • Ngaba Ushumayela Ngenkalipho?
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2000
  • Qhubeka Uthetha Ilizwi LikaThixo Ngenkalipho
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 92

INgoma 92

Shumayela Ngokungafihlisi

(IZenzo 4:13)

1. Mabomelel’ abakhonz’ uYa,

Bangamoyiki uSathana.

Siyakhuthazwa ziZibhalo

Nok’vakalisa iindaba zazo.

Lisinika amandl’ iLizwi,

S’hlale s’nyanisekile s’the nkqi.

Njengabakhonzi bay’ iNkosi

Mas’qine sonke singafihlisi.

2. Kuba sikholwa ngeentliziyo,

IZwi leNkosi liy’nyaniso.

Abantu as’nakuboyika

Kodwa s’yakholwa naxa simbalwa.

Mas’nyamekele lo msebenzi,

Sisisasaze is’gidimi.

Ngok’shumayela ngenkalipho,

Soba ziz’hlobo zakhe uThixo.

3. Abab’thathaka sibancede

Ukuze nabo bakhaliphe.

Abasebatsha s’bomeleze

Uk’ze nabo bakheke baqine.

Sithuthuzel’ abancwinayo

Bathemb’ uThixo onenceba.

Uyolawul’ umhlaba wonke,

Ukuze bonke ke bamdumise.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share