INgoma 69
Ukuhlonela UThixo Nokwanela
1. Ukuze sanel’seke,
Yaye sisikelelwe,
Sifanele Sithobele
Lona iZwi ngenene.
Ukuhlonela iNkosi,
Kwenz’ ukuba thina s’ngoni.
Yonk’ imihla Sozigcina
S’phephe ukungaqondi.
2. Thina s’hlonel’ uThixo,
Sokwenz’ esi sigqibo:
Sokhonz’ uYa S’bamb’ ithemba,
Sazise inyaniso.
S’thobel’ is’memo s’kaThixo
De sizuze usindiso.
Ngok’ chwayita Yonk’ imihla
Sithethelel’ uThixo.
3. UThixo s’yambulela,
Nakuba s’catshukelwa,
Ukhusela Othobela
Yena ngal’ eli xesha.
Inyani soy’nyamekela,
Lonke ixhala lophela.
Soz’misela Ukwanela
Ngalo lonke ixesha.