IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sjj ingo. 127
  • Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo
  • ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Amanqaku Afanayo
  • Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo
    Culela UYehova
  • “Yiba Nobulumko, Nyana Wam”
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • UYehova Ubongoza Esithi: “Yiba Nobulumko, Nyana Wam”
    Culela UYehova
  • Khonza UYehova Ngokunyaniseka
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1992
Khangela Okunye
‘Culela UYehova Ngovuyo’
sjj ingo. 127

INGOMA 127

Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo

Printed Edition

(2 Petros 3:11)

  1. 1. Ndingakubulela ngokwenza ntoni

    Thixo wam Yehova, ngesipho sobomi?

    Nceda uhlole ukuba ndinjani na,

    Ndifuna ukuba ngumntu omthandayo.

    (BRIDGE)

    Ndiyakuthembisa, ndakukukhonza

    Ngokuzimisela, ubomi bam bonke.

    Ngoko Thixo wethu, nceda ube nam,

    Kwanga ndingakuvuyisa Thixo.

    Nceda undihlole, ndigocagoce

    Thixo oluthando, ukuze ndisinde.

    Ufuna umntu onyanisekileyo.

    Kwanga ndingakwenza ube nemincili

(Funda nezi: INdu. 18:​25; 116:​12; IMize. 11:​20.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share