INGOMA 160
“Iindaba Ezilungileyo”!
Printed Edition
1. “Uzuko kuYehova”—
Makadunyiswe—
Kweza uYesu emhlabeni.
Sakhululeka,
Satsho sanethemba!
(CHORUS)
Ezi ziindaba—
ZoBukumkani—
Dumisan’ uYa!
Shumayelani—
Ngamandla onke.
SinoKumkani—
Uyasisindisa.
2. UYesu uzolaw’la,
Ngobulungisa.
Sakuphila ngonaphakade.
Xa eyiNkosi
Uzokusimela.
(CHORUS)
Ezi ziindaba—
ZoBukumkani—
Dumisan’ uYa!
Shumayelani—
Ngamandla onke.
SinoKumkani—
Uyasisindisa.
(CHORUS)
Ezi ziindaba—
ZoBukumkani—
Dumisan’ uYa!
Shumayelani—
Ngamandla onke.
SinoKumkani—
Uyasisindisa.
(Jonga uMat. 24:14; Yoh. 8:12; 14:6; Isa. 32:1; 61:2.)