IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 25:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+

  • Genesis 27:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Izizwana mazikukhonze namaqela eentlanga mawaqubude kuwe.+ Yiba yinkosi kubantakwenu, baqubude kuwe+ oonyana bakanyoko. Uqalekisiwe ngamnye okuqalekisayo, yaye usikelelekile ngamnye okusikelelayo.”+

  • Genesis 27:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kodwa ekuphenduleni uEsawu uIsake waqhubeka wathi: “Yabona, ndimmisile ukuba abe yinkosi phezu kwakho,+ nabo bonke abantakwabo ndibanikele kuye njengabakhonzi,+ ndimjizeke ngokudla okuziinkozo nangewayini entsha ukuze zimxhase,+ yaye yintoni na ke endingaba sayenzela wena, nyana wam?”

  • Numeri 24:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UEdom umele abe lilifa,+

      Ewe, uSehire+ umele abe lilifa leentshaba zakhe,+

      Ngoxa uSirayeli yena ebonakalisa isibindi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share