Genesis 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+ Genesis 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Izizwana mazikukhonze namaqela eentlanga mawaqubude kuwe.+ Yiba yinkosi kubantakwenu, baqubude kuwe+ oonyana bakanyoko. Uqalekisiwe ngamnye okuqalekisayo, yaye usikelelekile ngamnye okusikelelayo.”+ Roma 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kwathiwa kuye: “Omkhulu uya kuba likhoboka lomncinane.”+
23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+
29 Izizwana mazikukhonze namaqela eentlanga mawaqubude kuwe.+ Yiba yinkosi kubantakwenu, baqubude kuwe+ oonyana bakanyoko. Uqalekisiwe ngamnye okuqalekisayo, yaye usikelelekile ngamnye okusikelelayo.”+