Genesis 35:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Emva koko uThixo wathi kuYakobi: “Suka, uye eBheteli uze uhlale khona,+ umenzele khona isibingelelo uTHIXO oyinyaniso owabonakalayo kuwe ekubalekeni kwakho usimka kuEsawu umntakwenu.”+
35 Emva koko uThixo wathi kuYakobi: “Suka, uye eBheteli uze uhlale khona,+ umenzele khona isibingelelo uTHIXO oyinyaniso owabonakalayo kuwe ekubalekeni kwakho usimka kuEsawu umntakwenu.”+