Genesis 30:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndinike abafazi bam nabantwana bam, endikukhonze ngenxa yabo, ukuze ndihambe; kuba nawe uyayazi inkonzo yam endiye ndayiphumeza kuwe.”+ Hoseya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+
26 Ndinike abafazi bam nabantwana bam, endikukhonze ngenxa yabo, ukuze ndihambe; kuba nawe uyayazi inkonzo yam endiye ndayiphumeza kuwe.”+
12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+