IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wena ungalawulekiyo njengamanzi, uze ungabi ngobalaseleyo,+ kuba wenyukela emandlalweni kayihlo.+ Wasihlambela isingqengqelo sam.+ Wenyuka waya kuso!

  • Levitikus 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ubuze bomkayihlo uze ungabutyhili.+ Bubuze bukayihlo obo.

  • 1 Kronike 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.

  • 1 Korinte 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Okunene kukho ingxelo engohenyuzo+ oluphakathi kwenu, henyuzo olo olungekho naphakathi kweentlanga, olokuba umntu abe nomfazi kayise.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share