IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Xa uthe ekugqibeleni wafika kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, walihlutha, wahlala kulo,+ wathi, ‘Mandizimisele ukumkani njengazo zonke iintlanga ezindijikelezileyo’;+

  • Duteronomi 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 wozimisela ukumkani aya kumnyula+ uYehova uThixo wakho. Uze uzimisele ukumkani wakubazalwana bakho. Akuyi kuvunyelwa ukuba uzimisele owasemzini ongengomzalwana wakho.

  • 1 Samuweli 10:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa nina—namhlanje nimgatyile uThixo wenu+ owayengumsindisi wenu kubo bonke ububi benu nokubandezeleka kwenu, naza naqhubeka nathi: “Hayi, kodwa ufanele ubeke ukumkani phezu kwethu.” Ke kaloku zimiseni phambi koYehova ngokwezizwe zenu+ nangokwamawaka enu.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share