21 Bathi ke omnye komnye: “Alithandabuzeki elokuba sinetyala ngenxa yomntakwethu,+ kuba sakubona ukubandezeleka komphefumlo wakhe xa wayesicela ukuba sibe nemfesane kuye, kodwa asizange siphulaphule. Kungenxa yoko le nto kusifikeleyo oku kubandezeleka.”+