7 Bathi bona: “Indoda leyo yabuza ngokungqalileyo ngathi nangezalamane zethu, yathi, ‘Usaphila na uyihlo?+ Ninaye na omnye umntakwenu?’ saza sayixelela ke ngokwezo zibakala.+ Besiya kwazi njani na ngokuqinisekileyo ukuba ibiza kuthi, ‘Yihlani+ nomntakwenu’?”